Ukwahlula-hlulwa kwe-cell

Ukwahlulwa-hlulwa kwe-cell kuxa i-cell enye nengunozala wezinye ii-cell yahluke kubini nangaphezulu sithi ezo zii-daughter cells.[1] Ukwahlulwa-hlulwa kwe-Cell kuyinxalenye yokwenzeka kwe-cell cycle. Zimbini iintlobo-ntlobo zokwahlulwa-hlulwa kwe-cell Kwi-eukaryotes: yi-vegetative division, apho intshontsho le-cell ngalinye lifana nqwa nonina i-cell engunozala ke ukutsho. Oku kwahlulahlulwa kwe-cell kwaziwa ngokuba yi-(mitosis),[2] kunye ne-reductive cell division, apho inani lee-chromosomes ezifumaneka kwintshontsho le-cell (daughter cells) liphungulwa ngenani eliyihafu kwelo lazo liphelele, ukuze kwenzeke ii-haploid gametes leyo ke kuthiwa yi-(meiosis). Xa kusenzeka i-Meiosis kuphuma ii-four haploid daughter cells ezine ngokuthi zenze umjikelo omnye we-DNA replication ize ilandelwe kukwahlula-hlulwa okwenzeka kabini:

Iintlobo ezintathu zokwahlulwa-hlulwa kwe-cell

Imithombo tshintsha

  1. Robert.S Hine, ed. (2008) Oxford Dictionary Biology (6th ed.) New York: Oxford University Press p. 113 ISBN 978-0-19-920462-5 
  2. Griffiths, Anthony J.F.; Wessler, Susan R.; Carroll, Sean B.; Doebley, John (2012) Introduction to Genetic Analysis (10 ed.) New York: W.H. Freeman and Company p. 35 ISBN 978-1-4292-2943-2