Ulwandle olumnyama lulwandle oluse-Eurasia phakathi kweYurophu, iCaucasus, kunye neAnatolia. Imilambo emikhulu emininzi iqhagamshelana nolwandle olumnyama, enje ngemilambo Don, iDanube, kunye neDnieper.

Imephu yolwandle olumnyama

Luqhakamshelana kulwandle iAtlantic ngolwandle imediternean, ulwandle iAegean, nakwimizila yamanzi emininzi. I90% yonke yolwandle ayinaOksijin. Amanzi ngaman'anetyuwa kodwa ubutyuwa bawo bunganeno kunobo bolwandle. Kwiminyaka yokuphungulwa kobushushu emhlabeni -ice age, ulwandle olumnyama lwalusisidibi samanzi ahlaziyekileyo.

Imbali tshintsha

Kwiintsomi zesiGrike, iiArgonaut zikhenketha elwandle. AmaGrike abeka amakoloni ukuze ajikeleze ulwandle kuba kwakubalulekile ukuthengiselana namazwe amaninzi kwimbali kwiimbali zakudala. iphulo leGallipoli ngemfazwe yoku-1 yayikukulwela ukungena kuLwandle olumNyama. Lwalubalulekile kwiMfazwe yesi-11 kwiHlabathi.