Ulwimi lwezandla lwase Mzantsi Afrika

Ulwimi lokuthetha ngezandla lwase Mzantsi Afrika (SASL) lulwimi olubalulekileyo kakhulu kuluntu lwaseMzantsi ongakwaziyo ukuthetha kunyenokuva kakuhle endlebeni.Olu lwimi lulo abalusebenzisayo njengendlela yokuthetha nabanye abantu.Kwiilwimi zaseMzantsi Afrika ezilishumi elinanye,kuyothusa ukuba olu lwimi lona alukhankanywanga njengolunye lwazo nangona ludlala indima enkulu kuluntu lwaseMzansti jikelele.Abantu abahlobane nabantu abasebenzisa olu lwimi nabo bangalufunda olu lwimi khona ukuze bakwazi ukuthetha nabo.kulula kakhulu ukulufunda olu lwimi lwezandla kuba kuyafana nje nokufunda olunye ulwimi oluqhelekile.

South African Sign Language one-handed manual alphabet for fingerspelling


lulwimi esilusebenzisa mihla yonke singaqondi