Open main menu
UmNtla Melika

UmNtla Melika ngelizwekazi esiqingatha somhlaba esisentshona. Emzantsi ngumZantsi Melika, elinye ilizwekazi esiqingatha somhlaba esisentshona. Akhona amazwe angamashumi amabini anesithathu emNtla Melika:

  • I-Antiguwa neBarbuda
  • IBahamasi
  • IBarbayidosi
  • IBelise
  • IKanada
  • IKosta Rika
  • IKuba
  • IDominika