Umama
UMAMA
UMAMA NGUMQOLOMBE NGEXESHA LEMBANDEZELO,UMNTU ONGUMAMA UDALWE NGOKWECEBO LIKATHIXO KUBA KUTHI KWAKUFIKA INQWITHELO,IZITSHINGITSHANE NAMAZA AVUTHUZAYO EBOMINI UMAMA ABE NGOWOKUQALA UKUVELA NAMACEBO OKUKHUSELA USAPHO LWAKHE.LITHI KE IKHAYA LAKUNGABI NAYE UMAMA,UBONE NGESIMO SENTLALO KWELOKHAYA,UKUKHEDAMA,IZIJWILI,KULAHLEKE NESIDIMA SELO KHAYA.UMAMA UZOMBONA NGOKUNIKA IDOLO UKUTYA KWALO KWAKUPHELA AMATHEMBA,KWAKUBAKHO UVUYO.UMAMA IKWANGUYE NOSOLOKO ESECALENI KWABANTWANA BAKHE UKUSUKELA NGOMHLA ABAZALWA NGAYO UKUYOKUTHI GA NGOMHLA BETHATHA IZIGQIBO ZOKUZIMELA.