Umlambo yingxangxasi yamanzi arhiba ngomzila (ookanye ngendlela) phezu komhlaba. Le ndlela okanye lo mzila uhamba amanzi kuthiwa yiriverbed aze wona umhlaba macala omabini kuthiwe ngamanxweme amanzi. Umlambo uqala kumhlaba ophakamileyo okanye kwiinduli okanye kwiintaba uze uhle ke njalo usuka kumhlaba ophakamileyo uye kutshao kumhlaba osezantsi, ngenxa ye''gravity''. Umlambo uqala ngokuba ngumthonjana nje omncinane, uze uye ukhula ngokukhula de ubengumlambo omkhulu, ngokuya uhambela kude.

Amanzimtoti
Imizila yemilambo eLondon, Engilane. Abantu bahlale amawaka eminyaka kumanxweme ale milambo.