Umntu asint'izityand' igila

Ukuzibika imbilini yakho, emntwini uchaza ukuba uziva kanjani ngaye okanye ngaloo nto. Ukuxela okanye ukuxelela umntu ngeezimvo zakho.