Umqala lilungu lomzimba. Umqala uxokonyezelwe emlonyeni ngaphezulu nasemazantsi esiswini. Umqala yindlela yokuhamba ukutya kusakube kutyiwe kwahlafunwa ngamazinyo. Iziselo ezingamanzi, njengamanzi, kananjalo ahamba ngomqala esiya esiswini de atyhutyhe umzimba wonke.