Umtha Welanga
Le yincwadi yezibongo ebhalwe ngu-St. J. Page. Yako Incwadi le yahlulwe kubini: kukho izibongo ezingendalo; kukwakho nezingeziganeko. Zombini ke zichazwa ngobunjalo bazo ngaphandle kokuxutywa nezinye izinto.Kwizibongo ezingendalo, lo kaYako uphuhlisa ubunto bento leyo kuthethwa ngayo ngokwendalo yayo, ingekachatshazelwa yimpucuko okanye nokokuba yiyiphi na into enokungxenga ubunjalo bayo. umfundi ke angafunda lukhulu kwezi zibongo, ukuze azi okokuba le nto inje namhlanje, kodwa yayisaya kuba nje ngexesha lookhokho bethu.
Ezingendalo
- Inkanga - Umbongo kaYako
- Umnga - Umbongo kaYako
- Utyani neNtwasahlobo - Umbongo kaYako
- Umbona ekwindla - Umbongo kaYako
- Idwarha - Umbongo kaYako
- Umzi wokwaluka izithebe - Umbongo kaYako
- Umzi wasemathileni - Umbongo kaYako
- Intaba - Umbongo kaYako
- Ukufinyezwa nokubiywa komhlaba - Umbongo kaYako
- Umfazi - Umbongo kaYako
- Inkwenkwe yelali - Umbongo kaYako
- Umkhwetha - Umbongo kaYako
- Ikhankatha - Umbongo kaYako
- Intombi - Umbongo kaYako
- Usana - Umbongo kaYako