Xa kusithiwa umthath'uzal'umlotha kuthethwa ngomntu olungileyo ozala abantwana abangento. Oko kuthetha ukuthi ungumfundisi uyakwazi ukuzala isigebenga esenza izinto ezingahambelaniyo nendlela wena mzali ongayo.