Umvubo
Umphokoqo
Umphokoqo sesona sidlo sithandwayo kakhulu ngabeNgyni ingakumbi amaXhosa kunye namaZulu kanti ke nezinye iintlanga zikwawuthannda umphokoqo.[1]
Amasi
Amasi Lubisi oluvuthiweyo olusuka enkommeni noluthi luxutywe kumgubo wombona.[2]
Isalathiso
- ↑ Chavan, Shama (2022-11-30) "Geographic Indicator Foods of India" Journal of Food and Nutrition 1 (1): 01–04 ISSN 2836-2276 doi:10.58489/2836-2276/001
- ↑ Priscu, John (2002-11-01) "Faculty Opinions recommendation of Succession of bacterial community structure along the Changjiang River determined by denaturing gradient gel electrophoresis and clone library analysis." Faculty Opinions – Post-Publication Peer Review of the Biomedical Literature retrieved 2024-06-20