Umyinge linani eliphuma xa kubalwe iqela lamanani axutyiweyo.

Masithelekise i-arithmetic mean, ne -median kwakunye ne-mode zee-distribution ngokunxaxha kwazo.

Kwimathematika, umyinge ubizwa ngokuba yi-mean. Le mean ke ingafunyanwa ngokudibanisa amanani, uze uthi elo nani ulifumene kuloo mdibaniso ulahlula-hlule ngenani laloo manani uwadibanisileyo. Nanku umzekelo:

Nanga amanani amahlanu: 3+7+9+8+5+3

La manani xa edityanisiwe enza u-35

Ngoku sinamanani amabini; u-5 kunye no-35

Bangaphi oo-5 ku-35? = 7

ngoko ke i-mean ngu-7

Zikwakho nezinye iintlobo ze-mean., kwanezinye izinto ekucingwa okokuba zikwang'umyinge', izinto ezinfana ne-meadian okanye i-mode (kwa-statistics)

Imidlalo tshintsha

Kweminye imidlalo, efana nomdlalo wentenetya, kunye nebaseball, imiyinge isetyenziselwa ukubonisa isakhono somdlali (isakhono esifana nomyinge wokubetha ibhola). Kukho imithetho eyodwa emidlalweni emiselwe ukulawula imiyinge.