Umzali
Abazali bomntu ngumama notata okanye loo mntu ujojnge inzalo yakhe. ebantwini, umzali ngumntu ongumama okanye ongutata awomntwana. Basenokuba ngabazali abazala umntwana okanye babe bakwenza oko ngenxa yomthetho.
Amaphepha azalana nalaEdit
- Usapho
- UMama
- Umntwana
- Ukunamathela kosana