User:Zameka/INkcubeko yesiXhosa

Abafazi bamaXhosa benxibe iimpahla zesiXhosa.


Uluntu lwesiXhosa tshintsha

AmaXhosa ngabantu abazingcayo kakhulu ngenkcubeko yabo. Oko uyakubona kwizinxibo zabo xa benamatheko athile, okanye umve umntu ezithutha ezichaza ukuba ungumni.[1]

Ukuzazi tshintsha

Ukuzazi ukuba ungumXhosa ngokulanda imvelaphi yakho yenza umntu ongumXhosa azazi. Molweni bantu abangamaXhosa abafunda oku. Ndenza isiqwengana sam ngawe!

Imvelaphi tshintsha

AmaXhosa amaninzi sele ehlala ezidolophini ngenxa yemisebenzi kodwa ukuzazi ukuba ikhaya loobawomkhulu liphi loo nto ibangela uzive ukuba ngenene ungumXhosa.Kwaya abantu abaninzi banemizi emibini omnye ngulo wasekuphangeleni ze omnye ibe ngulo wasemaphandleni. Loo nto ibonakalisa ukuba amaXhosa ayihloniphile imvelaphi yawo


abangqininisi tshintsha