Uxam wakholwa ngamantintinti

Eliqhalo lithetha ukuba umntu ongavayo kuye kunyanzeleke kusetyenziswe isandla ukubethwa,

Umzekelo umfana ebengafuni kuphuma endlini kwanyanzeleka ukuba uxam akholwe ngama ntintinti ,kunyanzeleke abethwe ukuze aphume