Uzalo yi-Drama eyenzwe ngabaphathi be Stained Glass Productions, uKobedi "Pepsi" Pokane noGugu Zuma-Ncube. Isasazwa ku SABC 1 eMzantsi Afrika.[1][2]

Uzalo luxela ibali lentsapho ezimbini kwilokishi yaKwa-Mashu, usapho lakwaMdletshe indima enkulu ekuphatheni icawe iKwamashu Kingdom Church, kunye nosapho lakwaXulu oluphatha imigewu ethengisa imoto ezebiweyo. Badibana ngesizathu sokuba kwenziwe utshintshiswano oonyana babo esibhedlele ngexesha lokukhululwa uNelson Mandela ekubotsweni.[2][3] Uzalo lubonisa uxhumano nengxabano phakathi kwezintsapho

Abalinganiswa

tshintsha
Umdlali
Umlinganiswa
Dawn Thandeka King Lindiwe "Mangcobo" Xulu-Mhlongo Gugu Gumede Hlengiwe "MaMlambo" Mhlongo
Nompilo Maphumulo Nosipho Xulu
Masoja Msiza Nkunzebomvu Mhlongo
Baby Cele Maloka Gabisile Mdletshe-Zikhali
Siyabonga Shibe Qhabanga Khumalo
Thembinkosi Thwala Mondli Mdlalose
Khaya Dladla GC - Gamakhulu Cetshwayo
Thuthuka Mthembu Nonkanyiso
Wiseman Mncube Sibonelo Zikhali
Nkanyiso Makhanya Njeza
Noxolo Mathula Lily Dongwe
Nomcebo Gumede Mumsy Mdletshe
Khumbulani 'Kay' Sibiya Ayanda Mdletshe
Mpumelelo Bhulose Gxabhashe Xulu
Thokozani 'TkDee' Dlamini Zweli 'Mastermind' Maphumulo
Leleti Khumalo Zandile 'MaNzuza' Mdletshe
Glen Gabela Melusi Mdletshe
Nay Maps Mxolisi Mdletshe
Nokuthula Mabika Thobile Fakazi
Jo-Anne Reyneke Sindiswa
Sihle Ndaba Smangele Maphumulo

Incukacha

tshintsha

.

  1. "SABC1's new Uzalo: 'We're not Generations'" news.yahoo.com Yahoo February 10, 2015 retrieved April 16, 2015 
  2. Bambalele, Patience (February 9, 2015) "'Uzalo' hope for Zuma" www.filmcontact.com/ archived from the original on September 13, 2019 retrieved April 16, 2015