Dunoon times tshintsha

Isivumelwano sanaphakade tshintsha

Ingqina lwomtshato tshintsha

Umtshato sesona sigqibo esikhulu umntu athi azibophelele ngayo lento ingumtshato lingqina elinzima kuba elam uluvo luthi bakhe wazibophelela ngayo awuphinde ubuyele emva kwaye ke kwa ubomi bakho buyatsintsa. Xa sele utshatile izinto zobomi bakho zitsintsa tu kuna kuqala ngendlele yokuba unomfazi kwaye ke kubalulekile ukuba umhloniphe umfazi wakho kuba ungomnye wobomi bakho izigqibo ozenzayo uzithatha naye nayo yonke into eninayo niyohlulelana ngayo ngukulinganayo. Kufanele nibekunye ebubini ebumnandini,emathubeni akufuna kakhulu ubekhona ubonakalise ubumfazi okanye ubuyeni kumlingani wakho. Xa usenomlingana awusena mfihlo,imfihlo zakho zezakhe nezakhe zezakho lonto ke izokungcina umzi wenu womelele. Kulemihla sephila kulo into zomtshato seyiyinto nje umntu ayenza wokubona ukuba lomntu athandana akasamfuni kangako ingathi uzokuya kwamanye amandoda umntu afune uba batshate lonto ke izithi yenze ukuba ngabikho xolo kulomzi kuba uthando beseluphela futhi ke lomntu ebengasamthandi omnye uzokuqhubeka ngofuna amandoda lonto yokufuna amandoda emtshatweni yenza kuphele kubulawana emtshatweni imvano ingabisabikho tu. Ukuba ke sele unabantwana kulo mtshato uzokuhlala kuba abantwana bakho bengakhuli besokola futhi ke kufuneke ukuba xa uhlala nomyeni wakho umhloniphe wanze nezinto ezenziwa ngumfazi emzini nangona sele ungamthandi umyeni wakho. Abanye abantu baphele sele bebuya emendweni ngenx yokuba basinxamele esisigqibo. Abanye ke basiwa yimali emzini bafune utshata nemali nothi nomyeni wakhe abanye bade banjonge imisebenzi yomntu phambi kokuba batshate. Kulonyaka uphelileyo besibone umbono umbi ngethuba imbaleki yalapha emzantsi afrika ibulala umfazi wayo ngesuku lothando. Kusenokwenzeka into yokuba utshate nomntu ongakuthandiyo ngenxa yokuba apha kuwe uzele imali kwaye noshishino lwakho.