Amasiko nezithethe zakwaNtu
Haa rharha, nokhwelithole, Khenke uOdwa Dlanjwa
Amasiko abantu abantsundu e-Eastern Cape tshintsha
Amasiko nezilwanyana tshintsha
Ibhokhwe tshintsha
Inkomo tshintsha
Inkomo kukhu zininzi kakukhulu. Zikhona iinkomo ezingathethi nto, Zibekhona ezithetha nezinyanya ikhona inkomo yoku buyisa abantu bakowenu okanye yokubakhapha. Njengoko eyokukhapha inganyanzelekanga ikhale, eyokubuyisa inyanzelekile ikhale kwaye kufuneka ihambe nebhokhwe kuba ibhokhwe yeyokubuyisa inkomo uyampha
Amasiko amadoda tshintsha
Amasiko abafazi tshintsha
Amasiko eentombi tshintsha
ama siko entombi kulapho kusho kona ukuthi intombi isese yilona itshitshi noma cha!.
Amasiko amantombazana tshintsha
Amasiko amakhwenkwe tshintsha
===Amasiko abantwana elona siko libalulekileyo elithi lenzelwe umntwana yiMbeleko.Eli lisiko elithi lenziwe ukwazisa umntwana kubantu abadala okanye izinyanya ngokusesikweni.Elisiko lithi lenziwe ngokutshiswa kwempepho kuxhele esosilwane esothi sinxulumanise abaphilayo nezinyanya ngokomphefumlo kwaye alenziwa komnye umzi lenzelwa kulo nina womntwana xa engendanga xa endile lenziwa kulo yise womntwana ingakumbi xa ingesosizana