Indoda ngumntu wangasebuhlanti omdala. Ubuni bayo buchasene nobo bomntu wasetyhini. Sisebenzisa igama elithi "ndoda" (i''ndoda ''enye, ''kumadoda''amabini nangaphezulu xa kuthethwa ngeisini|sini. Ubudoda lixesha apho kubakho iimpawu ezibonakalisa ukutshintsha kwenkwenkwe isiya ebudodeni. Inkwenkwe ngumntu onempawu zomntwana athi akhutshwe ngesiko lolwaluko ukusiwa ebudodeni. Igama lomntwana oyinkwenkwe ligama elichasene negama lomntwana oyintombazana. Emva kokuba amakhwenkwe efikile kwaye endlula kwisiko lolwaluko anokubizwa ngamadoda.

Indoda ngumokhi ngumonwabisi wekhaya umfudumezi wabantwana, othi xa exakene nento ekhayeni ayilungise ngokwakhe. Indoda ngumntu othatha uxanduva alulungise, xa abantwana belambile aphume ayozingela abuye abeke into etafuleni. Lento kuthiwa yindoda inzulu kuba neligama lithetha lukhulu, jonga ukuba uyakhumbula abanye baye bathi xa izinto zibaxakile bathi “Yabona ke le into inzima nje ifuna amadoda anesondlo” kusube kuthethwa ngamadoda anomqolo, amadoda akwaziyo ukumelana negama lobudoda kuba lento iyindoda ihlukene kaninzi.

Amakhona amadoda azibiza ngamadoda kodwa iimpawu zobudoda engenazo. Iimpawu zobudoda nazi:

Indoda yindoda ngemisebenzi yayo

Indoda yindoda nngokuthatha uxanduva ekhayeni ilungise apho kufanelekileyo khona

Indoda ngumasindwa ezama kodwa ixhathise sekumnyama entla

Indoda ngumkhuseli umondli wekhaya

Amanye ke amadoda aye azibize ngamadoda kuba  ezibona emikakuhle eneemoto, enxiba kakuhle, enemali kodwa nalo mali eyitya utywala namantombazana. Yilento amantombazana agqibela sele esithi “Amadoda zizinja” kungenxa yala madoda ahlambalaza isiko lobudoda, ezibiza ngamadoda kodwa eziphethe ubukhwenkwe. Kuba thina siyazi indoda ingabethi, indoda ayitshambazi ngento enayo indoda inomqolo ngumafunga angajiki. Indoda akuyondoda ngokuba ihla isenyuka into engayaziyo, akuyondoda ngokunxila nokusaphara ngemali namantombazana.


...Ozithobileyo: Tyhala Ngesihobe




Like most other male mammals, a man inherits an X chromosome from his mother and a Y chromosome from his father.

Biology and gender tshintsha

 
Human male reproductive anatomy and surroundings.

There are some sexual differences between a man and a woman. Men have sex organs which we call "external" (not inside the body). But many parts of the male reproductive system are internal too. The study of male reproduction and sex organs is "andrology".

Biology is not the only thing which makes people feel they are men, or that other people are men. Perhaps one in 100,000 men were born without a male body. We call these transgender or transsexual men. Some men can have a hormone or chromosomal difference (for example "androgen insensitivity syndrome"). Some men have other intersex conditions. Some of those intersex people who people said were female (girls) when they were born want to change this later in their lives.