Amathe yinto engamanzi eyenziwa emilonyeni yabantu nakwinxalenye yezilwanyana. Amathe aqala ulwetyiso lokutya emlonyeni, aze amanzise ukutya ukuze ukutya kuginyeke lula. Ngamanye amaxesha amathe kuthiwa ngumtsico."