Open main menu

Isilwanyana

(Redirected from Izilwanyana)

Njengoko sisazi, zimbini iintlobo zezilwanyana esinazo, kukho ezo zasekhaya ezinje ngeegusha, inkomo, inkukhu, izinja, ikati nezinye. Kuphinde kubekho ezi zasendle ezifana neengada, neemfene, iindlovu njalo njalo.

Kwenziwa ntoni ngenkomo?Edit