UHintsa kaKhawuta (c. 1780 – 12 May 1835), nowaziwa njengo Kumkani uHintsa, wayeyikumkani yobukumkani bakwaXhosa, obasekwa ngukhokho wakhe uKumkani uTshawe. Walawula ukususela ngowe-1820 de kwasekufeni kwakhe ngowe-1835. Ubukhosi bamaXhosa, bukwincopho yabo, ngexesha lolawulo lwakhe busuka kumlambo uMbhashe, kumazantsi oMthatha ukuya kutsho kumlambo iGamtoos, (Xelexwa ngesiXhosa) kuMzantsi Koloni.Cite error: Invalid <ref> tag; refs with no name must have content[1]

U-Hintsa wayekhokele obona bukumkani bunamandla ( AmaXhosa ) kuMazantsi e-Afrika ngelo xesha, kwaye ubu Kumnkani bakwa Xhosa bazenzela igama ngokuthi balwe iimfazwe nabaseBritane isithuba esingangeminyaka eikhulu(100) kwizizukukwana ngezizukulwana. [2]

[3]UbuKumkani bamaXhosa bukhokelwa zizindlu ezimbini, iNdlu yamaGcaleka (iNdlu enkulu okanye iNdlu enkulu) eyindlu elawulayo, kunye nendlu kaRharhabe (indlu yasekunene) eyindlu yesibini ephezulu.

  1. "King Hintsa's Grave details" artefacts.co.za retrieved 2024-06-19 
  2. "King Hintsa's Grave details" artefacts.co.za retrieved 2024-06-19 
  3. "amaXhosa Royal Family, Xhosa Kingdom, South Africa - THE AFRICAN ROYAL FAMILIES" theafricanroyalfamilies.com (in en-US) 2023-09-12 retrieved 2024-06-19