I-2D (Uhlobo lokumila)
I-2D okanye izinto ezimacala mabini ukumila, ekuthi kwenziwe kuwo imilinganiselo emibni: ububanzi (ubukhulu okanye ukuvuleka kwento apha emacaleni) nobude, njenge-square. Izinto ezimacala-mabini ukumila azinabunzulu (Ubukhulu bento ukubhekezantsi), obunjengobetyhubhu. Sisixhobo semathematika, kodwa sikwasetyenziswa kwimidlalo yokulola ingqondo edla ngokudlalwa koomabonakude (kwiivideo games), nakwii-science zekhompyutha.
ngenxa ye-maths, isetyenziswa kwi-jometri nakkwamanye amacandelo.
Kwii-video games, isetyenziswa njengombono, ofana nakwi-Grand Theft Auto 1 kunye no-2.