I-biotic
Igama elithi Biotic libhekisa nakwintonina ephefumlayo. Izityalo nezilwanyana kunye nee-microbes, umzekelo, zii-organisms ezizizinto eziphilayo ngamanye amazwi. Ngoko ke zithathwa njengezinto ze-envronment ezi-biotic.
- Ukuphefumla kwee-organisms (kwezinto eziphilayo)
- Biology, ukufunda nzulu ngokuphefumla kwezinto eziphilayo.
- Izinto ezi-Biotic, izinto eziphuma kwezi organisms ziphilayo.
- Izinto ezenza i-Biotic kwi-ecology
- Ukubaluleka kwe-Biotic, ingaba ezi zinto zanda kangakanani na.
- Indawo yezinto ezi-biotic, zonke ii-organisms ezihlalisana ndawonye kuloo ndawo zihlala kuyo.