I-endogeny (yakwa-biology)
Ii-substances okanye izinto kwaneenkqubo ezi-endogenous zezo zisuka ngaphakathi kuloo nto kuthethwa ngayo, njenge-tissue, okanye i-cell.[1]
Ii-endogenous viral elements (EVEs) ngumnombo we-DNA osuka kwii-viruses ezingena ngee-genomes zee-germ cells. zisuka kookhokho bento leyo kuthethwa ngayo. Lo mnombo, usenokuba ziziqendu ngeziqendu zee-viruses, okanye ze-viral genomes (proviruses) xa iyonke ungasoloko ukho kwi-germline, ugqithiselwa kwizizukulwana ngezizukulwana zizii-alleles, oko kuthetha okokuba sele ziziintlobo ngeentlobo oku kweelwimi zesiNguni.
Iinkqubo ze-endogenous zibandakanya i-senescence, i-menstrual cycle kunye nezingqi ezizilawulayo ezinje ngeze-circadian rhythms zezityalo nezezilwanyana.
Kwiinkqubo ezithile zakwa-biology, i-endogeneity ibhekisa kwezo zidalwa zifumana i-DNA (kwii-prokaryotes ubukhulu becala). Ngangona kunjalo, ngenxa ye-homeostasis, ukwahlula phakathi kwezo zenzeka ngaphandle ngaphakathi kusoloko kunzima.
I-endogenous transcription factors zibhekisa kwezo zenziwa yi-cell, zona azifani nezo zizii-cloned transcription factors.
Imvelaphi yeli gama
tshintshaigama elithi endogenous /ɛnˈdɒdʒɪnəs/ livela kulwimi lwesiGrike sakudala ἐνδο-, "ngaphakathi" and -γενής, "vela nga-".
Jonga nalapha
tshintsha- I-Endogeneity (econometrics)
- I-Endogenous preferences
- I-Endogenous growth theory
- I-Endocrine system
- I-Exogeny