I-Oxidation state ibhekisa kwinani lee-electrons elongezwe okanye esuswe kwi-element. I-metal ye-Sodium, umzekelo, ine-oxidation state esingu 0 kwi-elemental state. Kodwa ithi yakukhupha i-valence yayo enye (ngaphandle) ye-electron (ebonakaliswa ngo-e-), iyajika ibe yi-sodium ion ene-oxidation state sika-+1. I-Iron ngomnye umzekelo. Ingaphuncukana nee-electrons ezimbini, itsho yenze i-oxidation state engu- +2; okanye ingaphuncukana nezi-3, kutsho kwenzeke i-oxidation state ka-+3.

Ii-Plutonium ions kwii- oxidation states eziliqela  

Ukuba ii-elements zifumana ii-electrons,zibane oxidation states e-negative. I-chlorine ifumana i-electron, yenza i-ion enye. Ukuba i-sulfur ifumana ii-electrons ezimbini, yenza -2 ion.

I-oxidation state ibonisa inombolo yee-atoms zezinye ii-elements ezixhumene ne-atom.

Zonke ii-elements zine-oxidation state esingu-0.

  1. I-oxygen inenani-oxidation number engu-2 kwinkoliso yemidibaniso ngaphandle kwe-peroxides apho inenani le-oxidation engu-1.
  2. I-hydrogen has oxidation state engu +1 kwimidibaniso emininzi ngaphandle kwee-elements ze-electropositive: i-Na.
  3. Ii-metals ze-alkali earth zine- oxidation state engu+2
  4. Ii-ametals ze-lkali zine-oxidation state engu-+1