Isantya ngumgama ohanjwa yinto ngexesha elithile nelibekiweyo. Isantya ngumlinganiselo obonakalisa okokuba ingaba into ihamba ngokukhawuleza kangakanani na.  Umyinge wokuhamba kwesantya sento ngelo xesha limisiweyo ngumgama ohamjwa yiloo nto uze  ducukucezwe okanye wohlulwahlulwe ngexesha.

Ukufumana isantya   tshintsha

Isantya sifumaneka ngo- ,

  

apho ke u-  ungumgama aze yena u-  abelixesha elichithiweyo. 

Ii-units zomlinganiselo wesantya tshintsha

Zininzi ii-units zomlinganiselo wesantya. Umzekelo, isantya sokuhamba kwento singalinganiswa ngee

  • imayile ngeyure (mph),
  • khilomitha  ngeyure (km/h)
  • mitha ngomzuzwana (m/s), noyi-SI-unit yesantya.

Ukutshintsha isantya tshintsha

Xa into itshintsha isantya, ihamba ngokukhawuleza okanye chu kancinane.Ukuba siyanda isantya sento ethile, kuthiwa xa ibizwa yi-acceleration. Ukuba into iya ihamba kancinane, size isantya sinciphe, ibizwa ngokuba yideceleration, okanye i-negative acceleration.

Amanye amaphepha azalana nala tshintsha

  • I-Velocity
  • I-Momentum
  • I-Quantum mechanics
  • I-Metric system