Open main menu
Izikhonkwane

Isikhonkwane yinto eyinkcenkce enentloko esibaca kunye nomphambili wayo omde nocwejileyo. Isando okanye isibetheleli sikhonkwane sisetyenziswa ngokubekwa kwenye into. sisoloko sisetyenziswa ukudibanisa izinto ezimbini.