IMakosi yifemu yeenkonzo zobuchwephesha egxile ekuqhubeni iiprojekthi kwihlabathi jikelele ngeenkonzo zezimali ukusukela ngo-2001. Inekomkhulu eNew York,IYunayithedi Steyitsi kwaye yasekwa South Africa nguDarren Isaacs.UDarren uthweswe isidanga University of the Witwatersrand Rhawuti, eMzantsi Afrika, wafumana isidanga kwi-Accounting and Financing. Amava akhe abandakanya isicwangciso soshishino, umngcipheko wemali, uphuhliso lweshishini elitsha; kunye nophicotho-zincwadi nokubalwa.[1]

UMakosi uqashe ngaphezu kwe-1,500 lababhali-mali e-United Kingdom, e-United States of America, eMzantsi Afrika, e-Australia nakwamanye amazwe alishumi elinesibini.

  1. {{https://www.accountancysa.org.za/profile-darren-isaacs-makosi-disrupting-the-industry-to-change-the-world/}}