Thabo Mbeki

Obesaya kubanguMongameli WeRephabliki yaseMzantsi Afrika

UThabo Mvuyelwa Mbeki wazalwa ngo 1942 EyeSilimela 18 eMbewuleni eDutywa ezalwa ngu Govan no Nomaka Mbeki.

Thabo Mbeki

Wabangumongameli wase Mzantsi Afrika emva ko Nelson Mandela ngo 1999–2008.