Umhlaba wemithi engoyamananga

Imithi engoyamananga Script error: No such module "IPAc-en". lihlathi lihlathi elinemithi engaxinananga le mithi inezithuba phakathi kwayo apho kutsho kungene imitha yelanga emininzi zitsho zona amathunzi ayo abe mbalwa. Le mithi inxhasa ukukhula kwenkanga nohlaza kuquka nengca. Le mithi isenokwenza umda wokunqumla ukuya kumhlaba wenkanga phantsi kweemeko ezomileyo okanye ekuqaleni kwenqanaba lokunikezela lokuqala okanye lesibini. Ukuxinana kwemithi neendawo zemithi, ide ibengathi igubungelwe ngesagqumathelo eside, kunika ihlathi imithunzi emide nengapheliyo kuthiwe ke xa ibizwa lihlathi.