Umsonto owenza ukhuni

Imisonto eyenza ukhuni yenziwe nge-cellulose ezyifumana kwimithambo ye-xylem efumaneka kwizityalo, ingakumbi emithini.

Izinto ezenziwa ngemisonto yemithi ibandakanya iphepha, i-straw, i-bamboo, i-cotton, i-hemp, umoba. into nganye kwezi ifumaneka kwisityalo ehambelana naso.