Ibhokisi sisingxobo esisetyenziselwa ukuba kufakwe izinto ngaphakathi kuso. Ubukhulu becala esi singxobo simile  okwe-cuboid (i-square), kodwa ke isenokuba kumila kumbi. Iibhokisi zenziwe ngekhadibhoks, ngokhuni,   i-plastiki okanye i-metali. Iibhokisi ezininzi zenziwe ngekhadbhoks, kwaye uninzi lwazo luyenziwa.  Owona msebenzi wazo wokuqala kukuba kupakishwe iimpahla ezithengiswayo okanye kugcinwe kuzo iipmahla.  Zisenokwenziwa kwi[cardboard khadbhoks] eziboqokileyo nezishwabeneyo. kubomi bazo besiqhelo ziyathandwa ukuze zisetyenziswe njengento ephantsi ngokwexabiso kodwa injalo ibe isetyenziswa kuthotho lwemisebenzi,  eminye yayo iyeyezenzululwazi. izinto zokudlala abantwana, ikhostymz nezinye izinto.  

Ibhokisi yekhadboks.

Ibhokisi ikwathetha i-rectangle, umzekelo, ibhokisi esebenziseka lula neqhelekileyo. Kodwa ii-rectangles zibizwa ngokuba zii-rectangles, igama elithi bhokisi kukucacisa ubuni bento, okanye i-perimeter ye-rectangle.