Matatiele yidolophu encinci efumaneka kwilixa lakwa eMpuma-Koloni, eMzantsi Afrika. Kuhlala itlanga zamaXhosa, Amahlubi, kunye nabeSotho zonke ezontlanga zithe zabekwa kwindawo zazo. Imatatiele inengcombolo yemvelaphi apho ufumana intaba zokhahlamba ngaseleSotho kwaye iselinxwemeni yakwaZulu Natal kunye naseMpuma Koloni.

I Matatiele yenye yedolophu exincinane ezikhuphe osaziwayo abanje ngo Andile Jali, Thulas Nxesi, Innocent Mdledle, Emtee, Ntsikelelo Nyauza