IMahikeng
(Redirected from IMafikeng)
Mahikeng (owayefudula eyiMafeking, kamva iMafikeng) ikomkhulu lePhondo Mntla-Ntshona, uMzantsi Afrika, unabemi abamalunga nama-49,300 ngo-2001.
Mahikeng | |
---|---|
Coordinates: 25°51′S 25°38′E / 25.850°S 25.633°E | |
Country | South Africa |
Province | Mntla-Ntshona |
District | Ngaka Modiri Molema |
Municipality | Mahikeng |
Established | 1852[1] |
Government | |
• Councillor | |
Elevation | 1 500 m ( | 4 900 ft)
Isiphaluka[2] | |
• Total | 24.57 km2 ( | 9.5 sq mi)
Uluntu(2011)[2] | |
• Total | 15 117 |
• Density | 620/km2 ( 1 600/sq mi) |
Racial makeup (2011)[2] | |
• Black African | 74.5% |
• Coloured | 7.5% |
• Indian | 7.3% |
• White | 9.9% |
• Other | 0.8% |
First languages (2011)[2] | |
• isiTswana | 73.3% |
• isiNgesi | 0.6% |
• isiBhulu | 1.1% |
• isiSotho | 3.0% |
• Other | 11.1% |
Time zone | SAST (UTC+2) |
Postal code (street) | 2745 |
PO box | 2745 |
Website | www.mahikeng.gov.za |
Kufuphi nomda woMzantsi Afrika neBotswana, iMafikeng yi-1,400 km (870 mi) kumntla-mpuma weKapa kunye nama-260 km (160 mi) kwintshona yeRhawuti. Ngo-2001 ibinabemi abangama-49,300. Ngo-2007 iMafikeng yaxelwa ukuba inabemi abangama-250,000, apho i-CBD iphakathi kwama-69,000 nama-75,000. Yakhiwe kwithafa elivulekileyo kumphakamo oyi-1,500 m (4,921 ft), ngasendongeni yoMlambo i-Upper Molopo. Iindawo zegolide zaseMadibi zimalunga neekhilomitha ezili-15 (9.3 mi) kumazantsi edolophu.
References
tshintsha- ↑ "Chronological order of town establishment in South Africa based on Floyd (1960:20–26)" pp. xlv–lii archived from the original on 2019-07-13 retrieved 2019-08-01
- ↑ 2.0 2.1 2.2 2.3 "Main Place Mahikeng" Census 2011