IPhondo yaNtshona-Koloni

(Redirected from Ntshona-Koloni)
Ntshona-Koloni
Western Cape
iKhapitali iKapa
iDolophu enkulu iKapa
Premier Alan Winde
Area
 – Total
Ranked : 4th
129 370 km²
abaNtu
 – Bonke (2011)
 – Density
Ranked : 5th
5,822,734
37.4/km²
Ulwimi isiBhulu  (55.3%)

isiXhosa (23.7%)
isiNgesi (19.3%)

Tshintsha

UPhondo lwaseNtshona-Koloni luPhondo lwaseMzantsi Afrika. Ulwimi olusetyenziswa nagabantu abaninzi sisiBhulu kweli phondo, lize lilandelwe sisiXhosa. Ezi zizona lwimi zinamandla kakhulu ekuthi kulindeleke ukuba ummi weli phondo aziqonde kuba zizona zistyenziswayo kunxibelelwano lwasemakhaya nakwintetho yasesidlangalaleni.

Idolophu yalo enkulu yiKapa.

Kuqikelelwa kwinani labantu abazi 4 524 335 (zigidi ezine zinamawaka angamakhulu amahlanu anamashumi amabini ane sine, namakhulu amathathu anamashumi amathathu anesihlanu) abahlala kulo.

Abantu abaninzi kweli phondo bathetha isiBhulu (55,3%), isiXhosa (23,7%), nesiNgesi (19,3%).

Links tshintsha

Uluhlu lweendawo eMzantsi Afrika  
iFreyistata | iRhawuti | Mntla-Koloni | Ntshona-Koloni
KwaZulu-Natala | Mpuma-Koloni | Limpopo | Mpumalanga | Mntla-Ntshona